Paroles de Buyisa

Chorus
Buyisa uthando lwami dali buyisa
Khawuleza
Aw ntombazana
Amehlo akho
Asandibulala
Nguwe wedwa
Buyisa uthando lwami dali buyisa
Khawuleza
Aw ntombazana
ungqumo lwakho
Lusandibulala (Kunjalo)
Nguwe wedwa

Noba sendiphi na
Noba ndenzantoni na
Noba sekutheni na
Ewe ndibona wena wedwa
Noba sendiphi na
Noba ndenzantoni na
Noba sekytheni na
Ewe ndibona wena wedwa

Chorus x2

Noba lixesh'elide kangakanani na Noma bangathini na
Akunamsebenzi ay akunamsebenzi
Ndibona wena wedwa

Chorus x2

Dali wami
Sithandwa sami
Dali wami
Dali wami sithandwa sami
Dali wami
Uuu ooooh
Uuu ooooh nguwe wedwa

© Ringo Madlingozi